News

Politics is the art of looking for trouble, finding it everywhere, diagnosing it incorrectly and applying the wrong remedies.

Latest News News

Uphando lukhomba ukuba izibham ‘zeLusiki Massacre’ ikwazizo ezabulala uSncane

Kuya kucaca kubonakala futhi ukuzalana nokubandakanyeka kwabamangalelwa kwimbubhiso yaseNgobhozana eLusikisiki kwakunye nokubulawa…

Bakhala ezimantshiyane ‘oonozipoti’ ngoNotshutsha

Kushiye iinyembezi zodwa kubulawa ngokungenalusini kwasomshishini waseBhisa kwidolophu yaseMaxesibeni, uLoyiso Mabiza (40),…

Ray of light for Butterworth flood victims.

The Mnquma Local Municipality this week handed over keys to a second…

Khazi kwakwenze njani ukuze adlwengule imveku ena 13? 

Owebala waseLusikisiki uthiwe nka ngobom ezamla kwezimnyama zona izisele emva kokufunyanwa enetyala…

Kwehle esinye isithwakumbe eNgobozana.

Bathe abahlali baseNogbozana eLusikisiki besathe njoo amehlo kwityala eliqhuba de kube ngomhla…

Four life terms, for EC serial rapist.

The Eastern Cape High Court sitting in Gqeberha has sentenced taxi conductor,…

‘Uzigqwethela’ ngokwakhe owemubhiso yaseLusikisiki.

Indedeba nekutyholwa ukuba ngungqondongqondo kwintshabalalo yaseNgobozana eLusikisiki, uMzukisi ‘Ntandane’ Ndamase, rhoqo xa…

Kuthiwe ndlela ntle kuMadluphuthu, umThembu obhuzubhuzu.

Imbalasane yomdlali weqonga, nebikwayimvumi kwanombhali  u-Chief Vuyisile Oscar Mgudlwa (50), nobesaziwa ngelikaMadluphuthu…

Slain EC top official, described as a dedicated servant.

The entire Eastern Cape is in turmoil following the gun down of…

Smile right through, as elders celebrate Mandela Day.

It was a day filled with laughter, heartfelt discourses, and small gestures…